General Terms | Western Cape Government

General Terms

2005
(Western Cape Government)
List of terms generated at the workshop of 24-26 July 2001 hosted by the Western Cape Legislature. A  B  C  D  E  F  G  H  I  J  K  L  M  N  O  P  Q  R  S  T  U  V  W  X  Y  Z

ENGLISH isiXHOSA
Abbreviation Isishunqulelo; Isifinyezo (acronym)
Abuse Impathombi/gadalala; ukunukuneza ukungcungcuthekisa; ukuthuka; ukubaxa; ukusebenzisa igunya ngendlela engeyiyo.
Access (can be accessed) Ukufikelela (iyafikeleleka)
Accountant vs Auditor Umlawuli-zimali-vs. umphicothi- zincwadi.
Act vs Law vs Rule UMthetho wePalamente-vs. UMthetho oLawulayo- vs uMgaqo/uMmiselo/uLawulo.
Administration vs management Ulawulo-vs. Abaphathi.
Advertise Intengiso/ukupapasha
Affirmation Ukubuyekeza; ukuqinisekisa.
Affimative Action Inkqubo yokukhawulelana nabo babengenamalungelo ngaphambili
Art Ubugcisa; ubuchule.
Arts and Culture Ubugcisa / ubuChule neNkcubeko
Assessment (of property) Ukunika ixabiso(umhlaba/impahla) Uvavanyo/uvandlakanyo
Assimilation Ukufunxa; uburhanuga
Attitude izinto Ingqondo/indlela ojonga ngayo
Barcode Umqondiso
Battering Ukumbokra; ukunkula
Bid and Bidder Ugqatso/iqashiso/ukhuphiswano
Booking (to book a ticket) Ukubeka indawo/ukubhukha
Briefing Ingcaciso; ukutyhilela
Bylaw UMthetho kaMasipala.
Claim (your costs) Ibango, umz.leendleko
Capacity Umthamo/amandla.
Capital Inkunzi
Chemicals Amachiza
Chronic illness Isigulo esondeleyo.
Close corporation Ishishini elisenokuqhutywa ngumntu omnye.
Comments Amagqabantshintshi/izimvo
Community Uluntu
Computer Ikhompyutha
Consortium Intlanganisela yamaqumrhu oshishino
Cooperative Umfelandawonye
Create precedence Ukugqebenya
Criteria Umqathango
Currency vs money vs finance Imali yelizwe vs. imali vs. ezemali
Data vs information Iinkcukacha vs. ulwazi
Democracy Ulawulo lwentando yesininzi
Direction Isalathisi
Directory Isikhokelo
Distribution Ulwabiwo/ukuchaka
E-mail Ucingo lwezonxibelelwano lwezekhompyutha
Emerging (farmers) Amafama asakhulayo
Employee vs worker Umqeshwa vs. umsebenzi
Environment Indalo nokusingqongileyo/ Okusingqongileyo
Epidemic Ubhubhane/isifo esigqugqisileyo
Employment Equity Ubulungisa/Ulungelelwaniso kwezengqesho
Evaluation (eg job) Ukuphonononga/uvandlakanyo
Exchange Unaniselwano
Facilitate Ukubhexesha
Factory vs firm Umzimveliso vs. iziko-mveliso
Formal vs informal Okusesikweni; undiliseko;
Framework Inkqubo-sikhokelo
General (matters) Okunye/(kwintlanganiso); Ngokubanzi; imiba-jikelele
Globalisation Usondelelwaniso lwamazwe
Good (that was good ) Ingcaciso ecacileyo/ entle/emnandi
Guerillas Amajoni alwela inkululeko
High Blood Pressure vs Diabetes Uxinzelelo lwegazi vs. isifo seswekile
Human resource Abasebenzi
Image (eg company image) Igama/indlela ozibona ngayo
In duplicate Iikopi ezimbini
Infection Usuleleko
In triplicate Iikopi ezintathu
Indigenous people/languages Abantu bomgquba/bothuthu- ulwimi lwemveli
Infrastructure Izibonelelo
Initiative Ilinge/isisungulo/iphulo
Intelligence Ubukrelekrele/ubuntlola
Interest group Amaqela achaphazelekayo/ Abandakanyekayo
Jurisdiction Ulawulo/ummandla wolawulo
Labour relations Ubudlelane kwezabasebenzi
Language diversity Ukwahlukana ngeelwimi
Leaflet Iphetshana
Librarian Usothala
Local government UMaspala/uRhulumente woMmandla/ weNgingqi
Magazine Imagazini/uLindixesha
Maintain Ukulondoloza/ukondla
Master's Degree Isidanga se-M A
Material Izixhobo zokusebenza; Inzuzo; umqulu ; ilaphu
Measurement Umlinganiselo/ uvavanyo/ Isingqinisiso
Mission statement Inkcazo yomnqophiso
Monitor Imonitha yekhompyutha; ukubeka iliso
Multilingualism Ukuthethwa/ukusetyenziswa kweelwimi ngelwimi
Multiparty Amaqela amaninzi ezopoliltiko
National Assembly vs Legislature& INdlu yoWiso-Mthetho yeSizwe vs. iPalamente yePhondo/ iNdlu yoWiso-Mthetho yePhondo
Newsletter Isigidimi seendaba
Norms Izithethe
Organise (eg: organise your work) Cwangcisa/ququzelela
Organiser Umququzeleli
Option / choice Ukukhetha phakathi kwezinto/ Iinkalo zokukhetha  
Oral (eg Oral test) Ordinance Eyomlomo/uvavanyo lomlomo UMthetho kaMaspala/ Umpoposho
Overtime Ama-ova
Partnership Ubuhlakani/Ukunkampana
Police Inspector Umhloli waMapolisa
Policy Umgaqo-nkqubo
Practitioners Iingcali
Press Release Ingxelo yooNondaba
Procedure Inkqubo
Process Inkqubo/umsebenzi
Procurement Intengo/ukugaya
Profession Umsebenzi owuqeqeshelweyo
Project Umsebenzi wethutyana/ Iprowujekthi/ilima
Property Umhlaba/impahla/ipropati
Priority Ulandelelaniso ngokubaluleka/ izinto zokuqala ezibalulekileyo
Public relations Unxibelelwano noluntu
Qualifications Izifundo oziphumeleleyo/ iimfanelo
Rationalisation Ukuphungulwa kwabasebenzi
Reference Incwadi esetyenzisiweyo/ inombolo-salathiso /ukubhekisa
Remarks Amagqabantshintshi/izixabhelo
Resources Amajelo/imithombo/uvimba
Restructuring Uhlenga-hlengiso
Ruling Umyalelo/isigqibo
Safety, vs Security vs Defence Ukhuselo, ukhuseleko vs. uKhuselo
Sceptic Inobuzaza/ukubola
Serious Inobuzaza/imandundu/uzimisele
Sexual harassment Udlakathiso ngokwesondo/ Impathombi ngokwesondo
Sign Uphawu
Signage Uphawu sikhombisi
Signature Utyikityo/ukusayina/ukutyikitya
Society Uluntu
Society vs community Isosayethi vs. uluntu/abantu
Spatial Development Uphuhliso lwendawo
Statement vs Report Intetha vs. ingxelo
Statistics Iinkcukacha zamanani
Statutes Ummiselo/iMithetho ebhaliweyo
Strategy & to strategise Icebo/iqhinga/sicwangciso & Ukugwadla iqhinga
Strike Ugwayimbo; ukubetha;
Structure Ulwakhiwo/isakhiwo
Structural yolwakhiwo
Subjudice Isaxoxwa
Submission (eg for a public hearing) Ungeniso
Survey Uphando
Sustainable development/tourism Uphuhliso olusisigxina
Symbol Uphawu
Symbolise Bonisa/zekelisa
System Inkqubo
Technology Ubugcisa/itekinoloji
Test versus examination Ukuvavanya vs. uviwo; uxilongo
Track record Umzila
Track record Imbali
Transfer Tshintsha/nikezela
Umpire USompempe weBhola YeQakamba
Unitary state URhulumente obumbeneyo
Values Izithethe/iimpawu zentsunguleko
Website Isikhundla sonxibelelwano ngekhompyutha/iwebhsayithi
The content on this page was last updated on 4 September 2013